🎵
To Our Fathers (Extended Mix) by DJ Tomer album cover

To Our Fathers (Extended Mix)

by DJ Tomer

Lyrics
Sik'nikela sik'nikela sik'nikela
Sik'nikela sik'nikela sik'nikela
Sik'nikela sik'nikela sik'nikela
Kuwe-e-e-e-e

S'khala sithule
Sithule ak'lungi
S'khala sithule
Sithule ak'tshintshi

Kufunekani na, kudingekani na
Ukuze nathi sizwiwe
Kulomhlaba-a-a-a
(Mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a)

He-e-e-e-e-e-e-e

Baba wethu
Usemazulwini
Konke sik'nikela kuwe-e-e-e-e-e

K'funekan na, k'dingekan na
Ukuze nathi sizwiwe
Ku lo mhlaba

K'nyuka k'yahlela
Amathemba ayaphela
K'nyuka k'yahlela
Amathemba ayaphela
Amandla ayaphela
Imizamo iyaphela
Konke sik'nikele kuwe-e-e-e-e

K'nyuka k'yahlela
Amathemba ayaphela
K'nyuka k'yahlela
Amathemba ayaphela
Amandla ayaphela
Imizamo iyaphela
Konke sik'nikele kuwe-e-e-e-e